Report the ad
Buhle bomzi - Willowmore
Thursday, 18 November 2021
No photo
Item details
City:
Willowmore, Eastern Cape
Item description
Siyayazi into yokuba umywana long namfihla phakathi kwasemasimini emveni koko niyoyosisho emapoliseni thumelani imimoya yasezikolweni bazili abantu abaninzi bezosichazela ukuba nini ningabantu absnjani zange sibamamele ngoba benithembekile besingakhange siyicinge lonto thina besibona ngathi wonke umntu uyazixokenga sithi inoba banomona abevani nezinto ezintle mazenzeka sanuzohlukumeza emimoyeni ziphatheni kahle nibuyise loyomntwana ngoba simbona njalo emaphuphweni Elizabeth izinyembezi mnthatheni nimse kude apho engazubonwa mntu ngoba akaphile